1 Izikronike 27:23 XHO75

23 UDavide akalithabathanga inani labaminyaka imashumi mabini bezelwe, nabangaphantsi; ngokuba uYehova wathi uya kuwandisa amaSirayeli njengeenkwenkwezi zezulu.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 27

imbono 1 Izikronike 27:23 kwimeko