1 Izikronike 27:24 XHO75

24 UYowabhi unyana kaTseruya walinga ukubala, akagqiba; afikelwa buburhalarhume amaSirayeli ngenxa yoko; àlangeniswa inani engxelweni yemicimbi yemihla yokumkani uDavide.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 27

imbono 1 Izikronike 27:24 kwimeko