5 Nakoonyana bam bonke (ngokuba undinike oonyana abaninzi uYehova), unyulé uSolomon unyana wam, ukuba ahlale etroneni yobukumkani bukaYehova kumaSirayeli.
funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 28
imbono 1 Izikronike 28:5 kwimeko