1 Izikronike 4:41 XHO75

41 Beza abo babhaliweyo amagama ngemihla kaHezekiya ukumkani wakwaYuda, bazixhaxha iintente zabo, bawasingela phantsi namaMehun abawafumana khona, unanamhla. Bahlala ezikhundleni zabo; ngokuba bekukho utyani bempahla yabo emfutshane khona.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 4

imbono 1 Izikronike 4:41 kwimeko