1 Izikronike 4:42 XHO75

42 Kwaphuma kubo, koonyana bakaSimon abo, kwaya entabeni yaseSehire, amadoda angamakhulu amahlanu, ephethwe ngooPelatiya, noNehariya, noRefaya, noUziyeli, oonyana bakaIshi.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 4

imbono 1 Izikronike 4:42 kwimeko