1 Izikronike 7:21 XHO75

21 noTahati, unyana wakhe, noEliyada unyana wakhe, noTahati unyana wakhe, noZabhadi unyana wakhe, noShutela unyana wakhe, noEzere, noEladi; abababulalayo abantu bakwaGati, ababezalelwe kwelo zwe; ngokuba babehle beza kuthabatha imihlambi yabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 7

imbono 1 Izikronike 7:21 kwimeko