1 Usamuweli 1:20 XHO75

20 Kwathi ukufezeka kwemihla, wamitha uHana, wazala unyana, wamthiya igama elinguSamuweli,* esithi, Kungokuba ndamcelayo kuYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 1

imbono 1 Usamuweli 1:20 kwimeko