1 Usamuweli 12:11 XHO75

11 UYehova wathuma ooYerubhahali, noBhedan, noYifeta, noSamuweli, wanihlangula esandleni seentshaba zenu ngeenxa zonke, nahlala nonwabile.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12

imbono 1 Usamuweli 12:11 kwimeko