1 Usamuweli 12:12 XHO75

12 Kwathi nakubona uNahashe, ukumkani woonyana baka-Amon, esiza kulwa nani, nathi kum, Hayi, masilawulwe ngukumkani, uYehova uThixo wenu engukumkani wenu.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12

imbono 1 Usamuweli 12:12 kwimeko