6 Kwathi, ekuzeni kwabo, wabona uEliyabhi, wathi, Inene, uphambi koYehova umthanjiswa wakhe.
funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 16
imbono 1 Usamuweli 16:6 kwimeko