1 Usamuweli 16:7 XHO75

7 Wathi uYehova kuSamuweli, Musa ukukhangela imbonakalo yakhe, nokuphakama kwesithomo sakhe, ngokuba ndimcekisile. Andikhangeli njengokukhangela komntu; ngokuba umntu ukhangela umphandle, uYehova ukhangela intliziyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 16

imbono 1 Usamuweli 16:7 kwimeko