1 Usamuweli 17:39 XHO75

39 UDavide walibhinqa ikrele ngaphezu kweengubo zakhe, wazama ukuhamba ngazo; ngokuba ebengekazilingi. Wathi uDavide kuSawule, Andinako ukuhamba nezi zinto, ngokuba andizilinganga. UDavide wazihluba.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:39 kwimeko