1 Usamuweli 17:40 XHO75

40 Wathabatha intonga yakhe esandleni sakhe, wanyula amatye amahlanu abuthelezi emlanjaneni, wawafaka empahleni yabalusi abenayo, eyingxowa, ephethe inkwitshi yakhe esandleni sakhe, weza kumFilisti lowo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:40 kwimeko