1 Usamuweli 2:35 XHO75

35 Ndiya kuzivelisela umbingeleli othembekileyo, oya kwenza njengoko kusentliziyweni yam, nasemphefumlweni wam; ndimakhele indlu eqinileyo, ahambe phambi komthanjiswa wam yonke imihla.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 2

imbono 1 Usamuweli 2:35 kwimeko