1 Usamuweli 20:36 XHO75

36 Wathi kumfana, Khawubaleke, uzithabathe iintolo endizixunayo. Umfana wabaleka; ke yena wazixuna iintolo, ukuze zigqithe kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:36 kwimeko