1 Usamuweli 20:37 XHO75

37 Wafika umfana kuloo ndawo belukuyo utolo abeluxunile uYonatan. Wamemeza uYonatan kumfana, wathi, Nalo ngaphaya kwakho utolo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:37 kwimeko