1 Usamuweli 20:38 XHO75

38 Wamemeza uYonatan kumfana, wathi, Khawuleza, ngxama, musa ukuma. Umfana wakwaYonatan waluchola utolo, waluzisa enkosini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:38 kwimeko