1 Usamuweli 23:7 XHO75

7 Kwaxelwa kuSawule, ukuba uDavide ufikile eKehila. Wathi uSawule, UThixo umlahlele esandleni sam; ngokuba uzivalele ngokungena emzini oneengcango nemivalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 23

imbono 1 Usamuweli 23:7 kwimeko