1 Usamuweli 3:5 XHO75

5 Wabalekela kuEli, wathi, Ndilapha; ngokuba undibizile. Wathi yena, Andikubizanga; buya uye kulala. Waya walala.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 3

imbono 1 Usamuweli 3:5 kwimeko