1 Usamuweli 3:6 XHO75

6 Waqokela uYehova wambiza uSamuweli. Wavuka uSamuweli, waya kuEli, wathi, Ndilapha; ngokuba undibizile. Wathi yena, Andikubizanga, nyana wam; buya uye kulala.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 3

imbono 1 Usamuweli 3:6 kwimeko