8 Waqokela uYehova wambiza uSamuweli okwesithathu. Wavuka weza kuEli, wathi kuye, Ndilapha; ngokuba undibizile. Waqonda uEli ukuba uYehova umbizile umntwana.
funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 3
imbono 1 Usamuweli 3:8 kwimeko