1 Usamuweli 3:9 XHO75

9 Wathi uEli kuSamuweli, Hamba uye kulala; kothi, ukuba úthe wakubiza, uthi, Thetha, Yehova, ngokuba esiva umkhonzi wakho. Waya uSamuweli, walala endaweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 3

imbono 1 Usamuweli 3:9 kwimeko