1 Usamuweli 30:21 XHO75

21 Wafika ke uDavide kulaa madoda angamakhulu mabini abephelelwe, abengenakumlandela uDavide, awayewashiye emlanjaneni oyiBhesore. Aphuma aya kumkhawulela uDavide aya kubakhawulela abantu ababenaye. UDavide wafika ebantwini, wababuza ukuphila kwabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 30

imbono 1 Usamuweli 30:21 kwimeko