1 Usamuweli 30:22 XHO75

22 Aphendula onke amadoda obubi namatshijolo akumadoda abehambe noDavide, athi, Ngenxa enokuba bengahambanga nathi, asiyi kubanika nto emaxhobeni esiwahlanguleyo; elowo makaqhube umkakhe, nabantwana bakhe, ahambe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 30

imbono 1 Usamuweli 30:22 kwimeko