1 Usamuweli 4:1 XHO75

1 Ilizwi likaSamuweli laya kumaSirayeli onke.Aphuma amaSirayeli, eya kuwahlangabeza amaFilisti alwe nawo; amisa iintente ngase-Ebhenezere, amaFilisti amisa eAfeki.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4

imbono 1 Usamuweli 4:1 kwimeko