2 Aza amaFilisti ákha uluhlu lokulwa namaSirayeli. Idabi lanwenwezela, abulawa amaSirayeli phambi kwamaFilisti. Kwabulawa eluhlwini ethafeni apho amadoda akumawaka amané.
funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4
imbono 1 Usamuweli 4:2 kwimeko