1 Usamuweli 7:10 XHO75

10 Kwathi, xa uSamuweli alinyusayo idini elinyukayo, amaFilisti asondela, esiza kulwa namaSirayeli. UYehova wadudumisa ngezwi elikhulu loo mini kumaFilisti, wawaqungaqunga; abulawa phambi kwamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 7

imbono 1 Usamuweli 7:10 kwimeko