1 Usamuweli 7:9 XHO75

9 USamuweli wathabatha itakane elanyayo, walinyusa lalidini elinyukayo lonke liphela kuYehova. Wakhala uSamuweli kuYehova ngenxa yamaSirayeli; uYehova wamphendula.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 7

imbono 1 Usamuweli 7:9 kwimeko