1 Usamuweli 9:6 XHO75

6 Wathi ke yena kuye, Uyabona ke, kulo mzi kukho umntu kaThixo; ngumntu ozukileyo; konke akuthethayo kuyenzeka ngenene. Makhe siye khona ke, mhlawumbi angasibonisa indlela yethu esohamba ngayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:6 kwimeko