1 Usamuweli 9:7 XHO75

7 Wathi uSawule kumfana lowo, Yabona, sihamba nje, siya kumnika ntoni na umntu lowo? Kuba isonka siphelile empahleni yethu; akukho sipho singasisa kumntu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:7 kwimeko