2 Izikronike 10:15 XHO75

15 Akabaphulaphulanga ke abantu ukumkani; ngokuba esi siphendu sibe siphuma kuThixo, ukuze uYehova alimise ilizwi lakhe, abelithethile ngoAhiya waseShilo kuYarobheham unyana kaNebhati.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 10

imbono 2 Izikronike 10:15 kwimeko