2 Izikronike 10:16 XHO75

16 Akùbona ke onke amaSirayeli ukuba ukumkani akawaphulaphuli, abantu bambuyisela ukumkani ilizwi elithi, Sinasabelo sini na kuDavide? Asinalifa kunyana kaYese; elowo makaye ententeni yakhe, maSirayeli; zíkhangelele ngoku indlu yakho, Davide. Aya ezintenteni zawo ke amaSirayeli onke.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 10

imbono 2 Izikronike 10:16 kwimeko