2 Izikronike 11:21 XHO75

21 URehabheham wathanda uMahaka intombi ka-Abhisalom, ngaphezu kwabafazi bakhe bonke namashweshwe akhe (ngokuba ubenabafazi abalishumi elinesibhozo, namashweshwe angamashumi amathandathu; wazala oonyana abamashumi mabini anesibhozo, neentombi ezimashumi mathandathu).

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 11

imbono 2 Izikronike 11:21 kwimeko