2 Izikronike 11:22 XHO75

22 URehabheham wamisa uAbhiya unyana kaMahaka, ukuba abe yinkulu, abe yingànga phakathi kwabazalwana bakhe; ngokuba ubecinga ukumenza ukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 11

imbono 2 Izikronike 11:22 kwimeko