2 Izikronike 11:23 XHO75

23 Wenza ngenqondo, wabathi saa oonyana bakhe bonke emazweni onke akwaYuda nakwaBhenjamin, emizini yonke enqatyisiweyo, wabanika ukudla okuninzi, wabafunela into eninzi yabafazi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 11

imbono 2 Izikronike 11:23 kwimeko