2 Izikronike 14:8 XHO75

8 Ke kaloku uAsa wayenempi ephatha amakhaka nezikhali: kwaYuda ingamakhulu amathathu amawaka; nakwaBhenjamin, abaphatha iingweletshetshe nabatyeda izaphetha babengamakhulu, amabini anamanci asibhozo amawaka. Bonke abo babengamagorha anobukroti.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 14

imbono 2 Izikronike 14:8 kwimeko