2 Izikronike 14:9 XHO75

9 Kwaphuma kwaza kulwa nabo uZera umKushi, enempi eliwaka lamawaka, neenqwelo zokulwa ezimakhulu mathathu; wada weza eMaresha.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 14

imbono 2 Izikronike 14:9 kwimeko