2 Izikronike 18:2 XHO75

2 Wehla ekupheleni kweminyaka ethile, waya kuAhabhi kwaSamari. UAhabhi wamxhelela impahla emfutshane neenkomo ezininzi, waxhelela nabantu abenabo, wamcenga ukuba anyuke naye aye eRamoti yaseGiliyadi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 18

imbono 2 Izikronike 18:2 kwimeko