2 Izikronike 18:3 XHO75

3 Wathi uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati ukumkani wakwaYuda, Wòhamba na nam, siye kulwa neRamoti yaseGiliyadi? Wathi kuye, Ndinjengawe, abantu bam banjengabantu bakho; soya nawe ekulweni.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 18

imbono 2 Izikronike 18:3 kwimeko