2 Izikronike 18:23 XHO75

23 Wesuka uZedekiya, unyana kaKenahana, wafika wambetha uMikaya esidleleni, wathi, Úgqithe ngayiphi na indlela uMoya kaYehova ukumka kum, ukuba aye kuthetha nawe?

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 18

imbono 2 Izikronike 18:23 kwimeko