2 Izikronike 2:6 XHO75

6 Ngubani na onamandla okumakhela indlu; ngokuba izulu, nezulu lawo amazulu, alimlingene? Ndingubani na ke mna, ukuba ndimakhele indlu, ingába yeyokuqhumisela phambi kwakhe kodwa?

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:6 kwimeko