2 Izikronike 20:21 XHO75

21 Uthe akucebisana nabantu, wamisa iimvumi zikaYehvoa zokudumisa, zivethe ezingcwele, eziya kuphuma zihambe phambi kwabaxhobileyo, zisithi, bulelani kuYehova, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 20

imbono 2 Izikronike 20:21 kwimeko