2 Izikronike 21:17 XHO75

17 Enyuka eza kwelamaYuda, atyhoboza, angena kulo, athimba yonke impahla eyafumaneka endlwini yokumkani, kwanoonyana bakhe, nabafazi bakhe; àbamshiya nanyana, yaba nguYehowahazi unyana wakhe omncinane yedwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 21

imbono 2 Izikronike 21:17 kwimeko