2 Izikronike 22:1 XHO75

1 Abemi baseYerusalem bamenza uAhaziya, unyana wakhe omncinane, ukumkani esikhundleni sakhe; ngokuba bonke abakhulu babebulewe ngamatutu aweza nama-Arabhi emkhosini. Waba ngukumkani ke uAhaziya, unyana kaYehoram, ukumkani wamaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 22

imbono 2 Izikronike 22:1 kwimeko