2 Izikronike 22:2 XHO75

2 UAhaziya ubeminyaka imashumi mané anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba namnyaka mnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAtaliya, intombi kaOmri.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 22

imbono 2 Izikronike 22:2 kwimeko