2 Izikronike 23:20 XHO75

20 Wathabatha abathetheli-makhulu, nezinhanha, nabalawuli babantu, nabantu bonke belizwe, wehla nokumkani endlwini kaYehova; bangena ngesango eliphezulu lendlu yokumkani, bambeka ukumkani etroneni yokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 23

imbono 2 Izikronike 23:20 kwimeko