2 Izikronike 23:8 XHO75

8 Benza ke abaLevi namaYuda onke njengako konke awabawisela umthetho ngako uYehoyada umbingeleli. Bathabatha elowo amadoda akhe, abengena ngesabatha nabephuma ngesabatha; ngokuba uYehoyada umbingeleli akawandululanga amaqela lawo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 23

imbono 2 Izikronike 23:8 kwimeko