2 Izikronike 23:7 XHO75

7 AbaLevi bomngqonga ukumkani ngeenxa zonke, elowo ephethe iintonga zakhe ngesandla; ongowumbi ongénayo endlwini makabulawe; babe nokumkani ekungeneni kwakhe nasekuphumeni kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 23

imbono 2 Izikronike 23:7 kwimeko