2 Izikronike 25:13 XHO75

13 Ke abomkhosi awababuyisayo uAmatsiya, ukuba bangàyi naye ekulweni, bayingenela imizi yakwaYuda, bethabathela kwaSamari, besa eBhete-horon, babulala kuyo amawaka amathathu, baphanga into eninzi yamaxhoba.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:13 kwimeko