2 Izikronike 25:14 XHO75

14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwabulaleni amaEdom, wezisa izithixo zoonyana bakwaSehire, wazimisa ukuba zibe zizithixo zakhe, waqubuda phambi kwazo, waqhumisela kuzo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:14 kwimeko